Joyous Celebration – Ndenzel’ Uncedo Hymn 377 Lyrics

Joyous Celebration Ndenzel’ Uncedo Hymn 377 Lyrics (Live)

Hlala
Oh hlala nami
Lishonil’ ilanga
Ubusuku bufikile nkosi

Mandi
Mandingasali
Ndingenay’ umncedi
Ndenze
Ndenzel’ uncedo ngokuhlala nam

Hlala
Oh hlala nami
Lishonil’ ilanga
Ubusuku
Bufikile nkosi

Mandi, mandingasali
Ndingenay’ umncedi
Ndenzel’, ndenzel’ uncedo
Ngokuhlala nam

Hlala
Oh hlala nami
Lishonil’ ilanga
Ubusuku
Bufikile nkosi

Mandi
Mandingasali
Ndingenay’ umncedi
Ndenzel’
Ndenzele uncedo ngokuhlala nam

Ndenzel’
Ndenzel’ uncedo (Hlahala Nami)
Ngokuhlala nam

Ndenzel’, ndenzel’uncedo
Ngokuhlala nam

Uya
Uyakhawuleza
Ngobu bomi bami
Ndiya ndiyashiwa
Zezomhlaba izinto
Mna ndibona
Inguquleko
Inguquleko zodwa
Wena
Ngiyaguqukiyo hla hlala nam

Ndenzel’, (Ndenzele)
Ndenzele uncedo ngokuhlala nam

Ndenzel’
Ndenzel’ uncedo (Hlala Nami)
Ngokuhla nam

Ndenzel’
Ndenzele uncedo ngokuhlala nam

Ndenze (Hlala nami)
Ndenzel’ uncedo
Ngokuhlala nam

Ndenzel’ (Ndenzele)
Ndenzel’ uncedo
Ngokuhlala

Ndenze ndenzel’ uncedo
Ngokuhlala nami

Ndenzel’ (Ndenzele)
Ndenzel’ uncedo (Hlala nami)
Ngokuhlala nami

Ndenzel’
Ndenzel’ uncedo
Ngoku hlala nam
Ndenzel’
Ndenzel’ uncedo
Ngoku hlala nam
Ndenzel’
Ndenzel’ uncedo
Ngoku hlala nam