Joyous Celebration and Esethu Siwe Yesu Wena UnguMhlobo Lyrics (Live at the CTICC Cape Town)
Yesu, wena ungumhlobo
Umhlobo womphefumlo
Ndiza kuwe undincede
Uncede lentliziyo
Yesu wena
(Yesu, wena ungumhlobo)
Ungumohlobo yesu
(Umhlobo womphefumlo)
UYesu nguwe
(Yesu, wena ungumhlobo)
Ungumohlobo
(Umhlobo womphefumlo)
Mina ndiza kuwe
(Ndiza kuwe undincede)
Undincede
(Uncede lentliziyo)
Ndibalekela kuwe
(Ndiza kuwe undincede)
Undincede
(Uncede lentliziyo)
Mina ndiza kuwe, ndiza kuwe
(Ndiza kuwe undincede)
Nqanda lentliziyo
(Uncede lentliziyo)
Nceda lehliziyo
(Uncede lentliziyo)
Yesu ndiza kuwe, ndibalekela kuwe
(Ndiza kuwe undincede)
Ndibheke nyanga yomoya
(Uncede lentliziyo)
Nceda lenhliziyo
(Uncede lentliziyo)
Themba limbi eh
(Themba limbi andinalo)
Andinalo
(Endingabamba lona)
UNqaba yimbi wena
(Nqaba yimbi andinayo)
Endinga ngena ngayo
(Endinga ngena kuyo)
Themba limbi ke
(Themba limbi andinalo)
Endingabamba lona
(Endingabamba lona)
Oh, nqaba yimbi ke
(Nqaba yimbi andinayo)
Endinga ngena
(Endinga ngena kuyo)
Oh, nqaba yimbi wena, nqaba yimbi
(Nqaba yimbi andinayo)
Endinga ngena
(Endinga ngena kuyo)
Endinga ngena
(Endinga ngena kuyo)
Uyinqaba yimbi, nqaba yimbi
(Nqaba yimbi andinayo)
Endinga ngena
(Endinga ngena kuyo)
Endinga ngena
(Endinga ngena kuyo)
Amen, amen, amen
(Amen, amen, amen)
Amen
(Amen, amen, amen)
Amen, amen, amen
(Amen, amen, amen)
Amen
(Amen, amen, amen)
Oke nqaba yimbi wena, nqaba yimbi
(Nqaba yimbi andinayo)
Endinga ngena
(Endinga ngena kuyo)
Endinga ngena
(Endinga ngena kuyo)
Nqaba yimbi, nqaba yimbi
(Nqaba yimbi andinayo)
Endinga ngena
(Endinga ngena kuyo)
Endinga ngena
(Endinga ngena kuyo)
Leave a Reply